500g Pork cubes
15ml Cooking oil
2 Onions
12,5ml Mild curry powder
1 Cinnamon stick
2 Tomatoes chopped
6 Small potatoes
1 Ginger or garlic mix
Salt and pepper to taste
500ml Boiling Water

Qhotsa inyama ibe brown uyibeke ecaleni. Qhotsha itswele lijike umbala. Galela ispice ne tomato ulinde imizuzu ugalele inyama. Yiyeke idibane imizuzu eyi 15 ku medium. Galela itapile enyameni ulinde imizuzwana ugalele 500ml yamanzi abilileyo. Uyipheke de inyama ne tapile zithambe. Faka ama gqabi Ecoriander kunye nawe curry. Yitye kunye ne rice or rotti.