Winelands Pork

Pork chops in red sauce (XHOSA)

6 Pork Chops
1 iTyuwa
1 iPepile
100ml Tomato sauce
12,5ml Worcester sauce
25ml Soya sauce
25ml Grape vinegar
2 Cloves garlic, crushed
2 Sticks cinnamon
1 Teaspoon sugar

Ubushushu be Oven ime 160°C (325°F)

Lungisa ichops ugalele iTyuwa ne pepile. Zilungisele kwi oven dish. Galela zonke ezizinto zingentla phezu kwe chops zakho. Cika ubhake 45 ye mizuzu zide zivuthwe iChops. Zigrille zide zibe brown.