Winelands Pork

Pork mince with Bacon (XHOSA)

1kg Pork mince
250g Diced bacon
400g Imifuno eqhotsiweyo
10ml Soya sauce
10ml Ina Paarman’s Rosemary & Olive spice
10ml Ground black pepper
125ml Yoghurt (Plain or Apricot)
10ml Olive oil

Qhotsa iBacon kwi olive oil ibe krwamkrwam. Galela iMince, Soya Sauce, Spice and black pepper. Galela imifuno ingavuthisiswa kakhulu. Dibanisa icephe le yoghurt. Yiphake kunye rice or iPasta.