Winelands Pork

INYAMA YEHAGU NEMIFUNO / TASTY PORK WITH VEGETABLES (XHOSA)

15ml ye oil yokupheka
1 Itswele elisilayisiweyo
200ml uminqathe emincinci ehlanjiweyo
125ml ye ertyisi ezi fresh okanye ezi freezileyo
4 itapile uzixobule uzisike zibe zikota
15ml ye herbs ezinqunqiweyo (5ml yezomileyo)
300ml ye chicken stock
Ityuwa ne pepile uku ncasanisa
chopped herbs ne parsley

Phungula amafutha ukuba unako. Qhotsa inyama de ibe brown uyibeke ecaleni.

Qhotsa itswele lide lithambe ulidibanise enyameni yakho. Dibanisa ichops zakho, itswele nemifuno kwi ovenproof i casserole ibeyi micwi ugalele umxube we chicken stock ugalele ityuwa kancinci nepepile.

Yicike uyibhake ku 180°C ngange yure okanye inyama de ithambe. Ugalele iHerbs ne parsley phambi koku phaka. Ukuba kuyimfuneko ungayenza ijiye isauce nge corn flour paste or igravy powder.